Amanzi eNtwasahlobo ahambile Yaye apho umhlaba sewomile Izinto ezoyikekayo zafika zalihlasela ilizwe Ekuqgibeleni ilanga lakhuphula amafu Amashwa ahlala phezu kwamashwa Aleqana ephindaphinda ephethe izihelegu Kodwa abantu abaninzi bayazithanda Ezi zenzo zobulwane nenkohlakalo
© Gcina Mhlope. Inguqulelo, 2015